Amaculo 23:2-3

Amaculo 23:2-3 XHO1902A

Uyandilalisa emaṙiweni aluhlaza; uyandikapela ngasemanzini azolileyo. Uyabuyisa umpefumlo wam; uyandikokela ezindleleni zobulungisa ngenxa yegama lake.