Kanjalo oku ndiyakutandazela, ukuba utando lwenu lukolise ukwanda ngento enkulu kakulu ngakumbi ekwazini nakuko konke ukuva, ukuze niziqiqe izinto ezigqitiseleyo, ukuba nibe ningcwengekile ningenatyala kude kube semhleni ka‐Kristu
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo