Ivangeli ka‐Mateyu 5:43-44

Ivangeli ka‐Mateyu 5:43-44 XHO1902A

Nivile ukuba kwatiwa: Uya kutanda umhlobo wako, utiye utshaba lwako. Mna kanti nditi kuni: Tandani intshaba zenu, tamsanqelisani abo baniqalekisayo, benzeleni okulungileyo abo banitiyayo, nitandazele abo banipata kakubi nabanitshutshisayo