Kodwa uyazi indlela endinayo; akuba endilingile, ndiya kuvela njengegolide. Unyawo lwam lubambile umkondo wake; indlela yake ndiyigcinile, andipambukanga ke. Umyalelo womlomo wake andimkanga nakuwo; ngapezu kwowam ummiso ndizibekele iziteto zomlomo wake.
Funda U‐Jobi 23
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jobi 23:10-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo