Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 5:16-17

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 5:16-17 XHO1902A

Kekaloku nditi: Hambani NGOMOYA, naye ningayi kwandula inkanuko yenyama niyifeze. Ngokuba yona inyama ikanukela ngakuye UMOYA, naye UMOYA ekanukela ngakuyo inyama: ezi ke ziyapambana enye nenye, ukuze ningazenzi izinto enisukuba nitanda ukwenza zona.