Kodwa UYEHOVA wati ku‐Samyali: Ungakangeli ukubonakala kwake, nobupakamo bobude bake, ngokuba ndimlahlile: ngokuba kungenjengokuba kubonwa ngumntu; ngokuba umntu ebona okupambi kwamehlo, kodwa UYEHOVA ebona okusentliziyweni.
Funda Eyokuqala ka‐Samyali 16
Share
Compare All Versions: Eyokuqala ka‐Samyali 16:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos