Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI I 16:7

USAMUWELI I 16:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uYehova kuSamuweli, Musa ukukhangela imbonakalo yakhe, nokuphakama kwesithomo sakhe, ngokuba ndimcekisile. Andikhangeli njengokukhangela komntu; ngokuba umntu ukhangela umphandle, uYehova ukhangela intliziyo.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 16

USAMUWELI I 16:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa uNdikhoyo wathi kuSamweli: “Musa ukujonga ubunzwana bakhe nesithomo sakhe. Asinguye endimfunayo. Kaloku mna Ndikhoyo andijongi okujongwa ngabantu. Abantu bakhangela umfaneleko; mna Ndikhoyo ndikhangela ngaphakathi entliziyweni.”

Yabelana
Funda USAMUWELI I 16

USAMUWELI I 16:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uYehova kuSamuweli, Musa ukukhangela ubuso bakhe, nokuphakama kwesiqu sakhe; ngokuba ndimshiyile; ngokuba uYehova akaboni njengoko abonayo umntu; ngokuba umntu ukhangela umphandle, uYehova ukhangela intliziyo.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 16

USAMUWELI I 16:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa UYEHOVA wati ku‐Samyali: Ungakangeli ukubonakala kwake, nobupakamo bobude bake, ngokuba ndimlahlile: ngokuba kungenjengokuba kubonwa ngumntu; ngokuba umntu ebona okupambi kwamehlo, kodwa UYEHOVA ebona okusentliziyweni.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 16

USAMUWELI I 16:7

USAMUWELI I 16:7 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo