Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 2:9

Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 2:9 XHO1902A

Kodwa nina nisisizukulwana esinyuliweyo, nibubuperisite obubukumkani, nisisizwe esingcwele, ningabantu abayimfuyo etengiweyo; ukuze nibalise izinto zamandla zalowo wanibizayo nipume ebumnyameni ningene ekukanyeni kwake okungummangaliso

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 2:9