KaPetros 1 2:9

KaPetros 1 2:9 CXB24

Ke nina nisisizukulwana esinyuliweyo, isibingeleli esibukumkani, uhlanga olungcwele, abantu abayinqobo; ukuze nivakalise isidima salowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni, ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KaPetros 1 2:9