KAPETROS I 2:9
KAPETROS I 2:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke nina nisisizukulwana esinyuliweyo, isibingeleli esibukumkani, uhlanga olungcwele, abantu abayinqobo, ukuze nivakalise isidima salowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni, ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso
KAPETROS I 2:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke nina niluhlanga olukhethekileyo, ababingeleli basebhotwe, isizwe esinyulu, imilowo yakwaThixo. UThixo unikhethele ukuze nivakalise isidima nesihomo sakhe. Kaloku wanibiza nisebumnyameni, wanizisa ekukhanyeni okumangalisayo.
KAPETROS I 2:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke nina nisisizukulwana esinyuliweyo, isibingeleli esibukumkani, uhlanga olungcwele, abantu abayinqobo; ukuze nivakalise isidima salowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni, ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso
KAPETROS I 2:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa nina nisisizukulwana esinyuliweyo, nibubuperisite obubukumkani, nisisizwe esingcwele, ningabantu abayimfuyo etengiweyo; ukuze nibalise izinto zamandla zalowo wanibizayo nipume ebumnyameni ningene ekukanyeni kwake okungummangaliso