Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 2:24-25

Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 2:24-25 XHO1902A

owati izono zetu yena ngokwake wazitwala emzimbeni wake pezu kwomti, ukuze siti, sifile nje ngakuzo izono, sibe sisidla ubomi ngakubo ubulungisa: okungayo imivimbo yake napiliswa. Ngokuba nibe ninjengegusha ezilahlekayo; koko kaloku nibuyele kuye umalusi nomlindi wemipefumlo yenu.