Umphefumlo wam uyazikhumbula unangoku ezo zinto, usibekekile kum. Oko ndikunyamekèle ngentliziyo: ngenxa yoko ndilindile. Kungeenceba zikaYehova le nto singagqityelwanga, ngokuba azipheli iimfesane zakhe. Zintsha imisó ngemisó; kukhulu ukuthembeka kwakhe. Isabelo sam nguYehova, utsho umphefumlo wam; ngenxa yoko ndilindele kuye. UYehova ulungile kwabathembele kuye, kumphefumlo omquqelayo.
Funda IZILILO 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IZILILO 3:20-25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo