Ndahlala ndizikhumbula ezo zinto, waye umphefumlo udakumbile ngaphakathi kum. Konke oku ndiya kukugcina entliziyweni yam; ngoko ke ndohlala ndinethemba. Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga nje, kuba inceba yakhe ayinasiphelo. Zihlala zintsha imihla ngemihla; kukhulu ukuthembeka kwakhe. Umoya wam uthi: “Isabelo sam nguNdikhoyo; ngako oko ndiya kukholosa ngaye.” UNdikhoyo ulungile kwabo bathembele ngaye, kwabo bamfunayo.
Funda IZILILO 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IZILILO 3:20-25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo