Basusela ngokudumisa, nangokubulela kuYehova, besithi, Úlungile, inceba yakhe ingunaphakade kuSirayeli; ke bonke abantu baduma ngodumo olukhulu, bedumisa uYehova ngenxa yokusekwa kwendlu kaYehova.
Funda UEZRA 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UEZRA 3:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo