USAMUWELI II 17:1-2

USAMUWELI II 17:1-2 XHO75

Wathi uAhitofele kuAbhisalom, Makhe ndinyule ishumi lamawaka elinamawaka amabini amadoda, ndisuke, ndimsukele uDavide ngobu busuku; ndimfikele ediniwe, ewé izandla, ndimothuse; basabe bonke abantu anabo