Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI II 17:1-2

USAMUWELI II 17:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uAhitofele kuAbhisalom, Makhe ndinyule ishumi lamawaka elinamawaka amabini amadoda, ndisuke, ndimsukele uDavide ngobu busuku; ndimfikele ediniwe, ewé izandla, ndimothuse; basabe bonke abantu anabo

Yabelana
Funda USAMUWELI II 17

USAMUWELI II 17:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wathi uAhitofele kuAbhasalom: “Ndivumele ndikhethe ishumi elinambini lamawaka amadoda, ndiphume ngobu busuku, ndimsukele uDavide. Ndifuna ukumhlasela esadiniwe nje, emi nematha. Ndifuna ukuwothusa abaleke la madoda ahamba naye. Ndifuna ukubulala ukumkani kuphela

Yabelana
Funda USAMUWELI II 17

USAMUWELI II 17:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wongeza uAhitofele, wathi kuAbhisalom, Makhe ndinyule ishumi elinesibini lamawaka amadoda, ndime, ndibaleke kuDavide ngobu busuku; Ndiya kumhlasela atyhafile, nezandla zakhe zityhafile, ndimoyikise; basabe bonke abantu anabo; yaye ndiya kumoyisa ukumkani kuphela

Yabelana
Funda USAMUWELI II 17

USAMUWELI II 17:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Walekela u‐Ahitofele wati ku‐Abasalome: Makendinyule ke amadoda angamawaka alishumi linamabini, ukuze ndisuke, ndiputume u‐Davide ngobubusuku: ndandiya kuza pezu kwake ediniwe, epolelwe izandla, ndimnkwantyise; baye bonke abantu abanaye beya kusaba: ndiya kwandula ndimbete ukumkani yedwa

Yabelana
Funda USAMUWELI II 17
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo