1
KumaHebhere KumaHebhere 4:12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuba ilizwi likaThixo liphilile, linamandla, libukhali ngaphezu kwamakrele onke antlangothi mbini; lihlaba liphumele, lide lahlule umphefumlo kwanomoya, amalungu kwanomongo; linokugweba iingcingane nezicamango zentliziyo.
Thelekisa
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 4:12
2
KumaHebhere KumaHebhere 4:16
Masisondele ke ngoko sinokungafihlisi kuyo itrone yobabalo, ukuze samkeliswe inceba, sifumane ubabalo lokusiza ngexesha elililo.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 4:16
3
KumaHebhere KumaHebhere 4:15
Kaloku asinambingeleli mkhulu ungenako ukuvelana nezilwelwe zethu; ke, ulingwa ngeento zonke, ngokokufana nathi, engenasono.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 4:15
4
KumaHebhere KumaHebhere 4:13
Kananjalo akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe; zonke izinto ke zize, zityhilekile, emehlweni alowo esinokuthana ni naye.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 4:13
5
KumaHebhere KumaHebhere 4:14
Ngoko, sinombingeleli omkhulu nje ocande emazulwini, uYesu ke, uNyana kaThixo, masilubambe uvumo lwethu.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 4:14
6
KumaHebhere KumaHebhere 4:11
Masikhuthalele ngoko ukungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungeva.
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 4:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo