KUMAHEBHERE 4:16
KUMAHEBHERE 4:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Masisondlele ke ngoko sinokungafihlisi kuyo itrone yobabalo, ukuze samkeliswe inceba, sifumane ubabalo lokusiza ngexesha elililo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 4KUMAHEBHERE 4:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Masisondele ke ngoko singenadyudyu apho ahleli khona esihlalweni sokulawula uThixo wethu onenceba; apho sakwenzelwa khona ububele nesisa, sincedakale ngoku kuselithuba.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 4KUMAHEBHERE 4:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Masisondele ke ngoko sinokungafihlisi kuyo itrone yobabalo, ukuze samkeliswe inceba, sifumane ubabalo lokusiza ngexesha elililo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 4