1
KumaHebhere KumaHebhere 3:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
manivuselelane imihla ngemihla, xa kusathiwa kunamhla; ukuze kungabikho mntu kuni wenziwa lukhuni kukulukuhla kwesono.
Thelekisa
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 3:13
2
KumaHebhere KumaHebhere 3:12
Lumkani, bazalwana, hleze kubekho kubani wenu intliziyo engendawo, engakholwayo, enokumka kuThixo ophilileyo
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 3:12
3
KumaHebhere KumaHebhere 3:14
Kaloku siba ngamabelana ngoKristu, ukuba sithe ingqalo yokukholosa kwethu sayibamba ngokuthe nkqi, sada sesa ekupheleni
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 3:14
4
KumaHebhere KumaHebhere 3:8
Musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu, njengasengcaphukisweni, ngomhla wokuhendwa entlango
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 3:8
5
KumaHebhere KumaHebhere 3:1
Ngoko ke, bazalwana bangcwele, mabelana ngobizo lwasemazulwini, mondeleni uMpostile, uMbingeleli oMkhulu wovumo lwethu, uKristu Yesu
Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 3:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo