1
iNtshumayeli Intshumayeli 9:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho; ngokuba akusekho kwenza, nakucinga, nakwazi, nakulumka kwelabafileyo, apho uya khona wena.
Thelekisa
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 9:10
2
iNtshumayeli Intshumayeli 9:11
Ndabuya ndabona phantsi kwelanga, ukuba ugqatso asilolwabanamendu, nedabi asilolwabanamandla, nesonka asisosezilumko, nobutyebi asibobabuthathaka, nenceba asiyoyabasweleyo ngenxa yezilumko; kodwa wonke umntu uzalwa enexesha nethuba.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 9:11
3
iNtshumayeli Intshumayeli 9:9
Hlala kakuhle nomfazi omthandileyo ngemihla yonke yobomi bakho obungamampunge, omnikileyo phantsi kwelanga, ngemihla yakho yonke engamampunge; ngokuba sisabelo sakho eso ebomini, nasemisebenzini yakho oyenzayo phantsi kwelanga.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 9:9
4
iNtshumayeli Intshumayeli 9:7
Yiya udle isonka sakho unovuyo, usele iwayini yakho unentliziyo echwayithileyo; ngokuba ngoku ekholisiwe uThixo imisebenzi yakho.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 9:7
5
iNtshumayeli Intshumayeli 9:18
Bulunge ubulumko ngaphezu kweempahla zokulwa; ke yena umoni emnye utshabalalisa izinto ezininzi.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 9:18
6
iNtshumayeli Intshumayeli 9:17
Amazwi ezilumko aviwe kwathi cwaka, Ngaphezu kokukhala komlawuli phakathi kwezinyabi.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 9:17
7
iNtshumayeli Intshumayeli 9:5
Ngokuba abadla ubomi bayazi ukuba baya kufa; ke bona abafileyo abazi lutho, abanamvuzo; ngokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 9:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo