INTSHUMAYELI 9:10
INTSHUMAYELI 9:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yonke into esiyifumanayo isandla sakho ukuba siyenze, yenzé ngamandla akho; ngokuba akukho kwenza, nakucinga, nakwazi, nakulumka kwelabafileyo, apho uya khona wena.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 9INTSHUMAYELI 9:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nawuphi na umsebenzi owubambileyo ngezandla zakho wenze ngamandla akho onke; kuba kaloku akwenziwa nto, akucingwa, kungekho lwazi nabulumko engcwabeni, apho wena uya khona.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 9