INTSHUMAYELI 9:9
INTSHUMAYELI 9:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Hlala kakuhle nomfazi omthandileyo ngemihla yonke yobomi bakho obungamampunge, akunikileyo phantsi kwelanga, ngemihla yakho yonke engamampunge; ngokuba sisabelo sakho eso ebomini, nasemigudwini yakho owaphuka yiyo phantsi kwelanga.
INTSHUMAYELI 9:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Hlala ngokonwaba nomfazi wakho omthandayo ngemihla yobomi bakho obungamampunge obunikwe nguThixo kulo mhlaba – nditsho zonke ezo ntsuku zingamampunge – kuba eso kuphela kwesabelo oya kusizuza ngokubulaleka kwakho apha phantsi kwelanga.
INTSHUMAYELI 9:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Hlala kakuhle nomfazi omthandileyo ngemihla yonke yobomi bakho obungamampunge, omnikileyo phantsi kwelanga, ngemihla yakho yonke engamampunge; ngokuba sisabelo sakho eso ebomini, nasemisebenzini yakho oyenzayo phantsi kwelanga.
INTSHUMAYELI 9:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yidla ubomi kunye nomfazi omtandayo, yonke imihla yobomi bako obungendawo, obupiwe nguye ngapantsi kwelanga, yonke imihla yako engendawo: ngokuba oko kusisabelwa sako ekudliweni kwobomi, nasemzanyeni wako ozama ngawo ngapantsi kwelanga.