1
Isityilo sika‐Johane 20:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nosukuba engafunyanwanga eba̔liwe encwadini yobomi waposelwa ecibini lomlilo.
Thelekisa
Phonononga Isityilo sika‐Johane 20:15
2
Isityilo sika‐Johane 20:12
Ndabona kanjalo abafileyo, abancinane nabakulu, bemi pambi KWOTIXO; zaza zavulwa incwadi: kwavulwa nenye incwadi, eyeyobomi: bati abafileyo bagwetywa ngezozinto ezibe ziba̔liwe ezincwadini ezo, ngokwemisebenzi yabo.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 20:12
3
Isityilo sika‐Johane 20:13-14
Lwaza ulwandle lwanikela abafileyo abebekulo; kanjalo ukufa nehadesi zanikela abafileyo abebekuzo: bagwetywa ke bonke ngabanye ngokwemisebenzi yabo. Kwaza kwaposwa ukufa nehadesi ecibini lomlilo. Kuko oku okwesibini ukufa.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 20:13-14
4
Isityilo sika‐Johane 20:11
Ndaza ndabona iterone emhlope enkulu, nalowo uhleli pezu kwayo, ezati umhlaba nezulu zabaleka ebusweni bake: kwaza akwafunyanelwa zona indawo.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 20:11
5
Isityilo sika‐Johane 20:7-8
Kekaloku nxa lifezwe elowaka leminyaka, u‐Satane wokululwa entolongweni yake, waeya kupuma ukuya kukohlisa intlanga ezisemagumbini omane omhlaba, u‐Goge no‐Magoge, ukubahlanganisela emfazweni; abanani lingangentlabati yolwandle.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 20:7-8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo