Lwaza ulwandle lwanikela abafileyo abebekulo; kanjalo ukufa nehadesi zanikela abafileyo abebekuzo: bagwetywa ke bonke ngabanye ngokwemisebenzi yabo. Kwaza kwaposwa ukufa nehadesi ecibini lomlilo. Kuko oku okwesibini ukufa.
Funda Isityilo sika‐Johane 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 20:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo