Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Amaculo 116

1

Amaculo 116:1-2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

NDITANDILE ukuba UYEHOVA alive ilizwi lam, nezikungo zam. Ngokuba etobele kum indlebe yake, ngako emihleni ndiseko ngayo ndiya kubiza kuye.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 116:1-2

2

Amaculo 116:5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Unofefe UYEHOVA, unobulungisa; ewe, UTIXO wetu unenceba.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 116:5

3

Amaculo 116:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Kunqabile emehlweni KAYEHOVA ukufa kwabangcwele bake.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 116:15

4

Amaculo 116:8-9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Ngokuba uhlangule umpefumlo wam ekufeni, namehlo am ezinyembezini, nenyawo zam ekuweni. Ndiya kuhamba ebusweni BUKAYEHOVA emazweni abahleliyo.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 116:8-9

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Amaculo 116

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo