IINDUMISO 116:1-2
IINDUMISO 116:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo ndiyamthanda, kuba uyandiva; uyasabela ndakuzibika kuye. Njengoko endiphulaphula nje, ndobhenela kuye xa ndisadl' ubomi.
Yabelana
Funda IINDUMISO 116IINDUMISO 116:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiyamthanda, ngokuba uYehova eliva Ilizwi lam, ukutarhuzisa kwam. Ngokuba endithobele indlebe yakhe, Ndiya kumnqula ngemihla yam yonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 116IINDUMISO 116:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiyamthanda, ngokuba uYehova eliva Ilizwi lam, nemithandazo yam. Ngokuba endiphulaphule, Ndiya kunqula yena yonke imihla yobomi bam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 116