Amaculo 116:8-9

Amaculo 116:8-9 XHO1902A

Ngokuba uhlangule umpefumlo wam ekufeni, namehlo am ezinyembezini, nenyawo zam ekuweni. Ndiya kuhamba ebusweni BUKAYEHOVA emazweni abahleliyo.