1
Ivangeli ka‐Mateyu 9:37-38
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandul’ ukuti kubadisipile bake: Isivuno okunene sininzi, kodwa abasebenzi bancinane; tandazani ngoko KWINKOSI yesivuno, ize iku̔pele esivunweni sayo abasebenzi.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 9:37-38
2
Ivangeli ka‐Mateyu 9:13
Kodwa hambani nifunde ukuba kuti nina, — Ndiyafuna ububele, andifuni umbingo; ngokuba ndingezanga ukubiza abalungileyo, koko ndize ukubiza aboni baguquke.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 9:13
3
Ivangeli ka‐Mateyu 9:36
Wati akubona izihlwele, wabetwa lusizi ngazo, ngokuba zibe zicubukile zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 9:36
4
Ivangeli ka‐Mateyu 9:12
Koko u‐Yesu, evile nje, wati kubo: Abomeleleyo abasweli gqir̔a; ngabafayo abalisweleyo.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 9:12
5
Ivangeli ka‐Mateyu 9:35
WAZA u‐Yesu wajikajikela izixeko zonke nemizi, efundisa ezindlwini zentlanganiso zabo, eshumayela ivangeli yobukumkani, epilisa zonke izifo nazo zonke izikuhlane ebantwini.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 9:35
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo