1
Ivangeli ka‐Mateyu 8:26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wayesiti kubo: Yinina ukuba ninobugwala, nina balukolo luncinane? Wandula wavuka wakalimela imimoya nolwandle, kwaza kwabako ukuzola okukulu.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 8:26
2
Ivangeli ka‐Mateyu 8:8
Yaza yapendula inkosikulu yati: Nkosi! andifanelekile ukuba ungene ngapantsi kwentungo yendlu yam; teta libe lilizwi kodwa, sasiya kuti isicaka sam sipiliswe.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 8:8
3
Ivangeli ka‐Mateyu 8:10
Waza u‐Yesu akuva oku wati nqa, wati kwabalandelayo: Ngokwenene nditi kuni, andifumananga lukolo olungaka nakwa‐Sirayeli.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 8:10
4
Ivangeli ka‐Mateyu 8:13
Waza wati u‐Yesu kwinkosikulu: Hamba, makube njalo kuwe njengokukolwa kwako. Sati isicaka sayo sapiliswa kwa ngeloxeshana.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 8:13
5
Ivangeli ka‐Mateyu 8:27
Bati nqa ke abantu abo, besiti: ngumntu ote nina lo, lento aviwa nayimimoya nalulwandle!
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 8:27
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo