UMATEYU 9:12
UMATEYU 9:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ekuvile ke uYesu oko, wathi kubo, Akufuneki gqirha kwabaphilileyo, lifuneka kwabafayo.
Yabelana
Funda UMATEYU 9UMATEYU 9:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ekuvile oko uYesu, wathi kubo: “Ugqirha akafuneki nganto kwabaphilileyo, ufuneka kwabagulayo.
Yabelana
Funda UMATEYU 9