1
Ivangeli ka‐Mateyu 10:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Bona ke, ndiyanituma njengezimvu pakati kwencu̔ka: yibani ngoko ninobulumko njengenyoka, nibe ningenabuqokolo njengamahobe.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:16
2
Ivangeli ka‐Mateyu 10:39
Ofumene ubomi bake, buya kumlahleka; nolahlekene nobomi bake ngenxa yam, wobufumana.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:39
3
Ivangeli ka‐Mateyu 10:28
Kanjalo ningaboyiki abo babulala umzimba, kanti umpefumlo abanamandla okuwubulala: niti kodwa ngakumbi noyike lowo unamandla okububisa kwa nompefumlo nomzimba esihogweni somlilo.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:28
4
Ivangeli ka‐Mateyu 10:38
Kanjalo lowo ungatabati ikuruse yake, alandele emva kwam, akandifanele.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:38
5
Ivangeli ka‐Mateyu 10:32-33
Ngako osukuba endivuma mna ebusweni babantu, nam ndiya kumvuma yena ebusweni BOBAWO osezulwini: kodwa osukuba endikanyela mna ebusweni babantu, nam ndiya kumkanyela yena ebusweni BOBAWO osezulwini.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:32-33
6
Ivangeli ka‐Mateyu 10:8
Pilisani abafayo, hlambululani amaleperi, vusani abafileyo, ku̔pani idemoni: namkele ngesisa, yipani ngesisa.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:8
7
Ivangeli ka‐Mateyu 10:31
Ize ningoyiki ke; nigqitisele amahobohobo amaninzi nina.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:31
8
Ivangeli ka‐Mateyu 10:34
Ningabi ndeza ukutuma uxolo emhlabeni; andeza ukutuma uxolo, koko ndize ukutuma isiṙele.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 10:34
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo