1
U‐Yoshuwa 6:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandula wati UYEHOVA ku‐Yoshuwa: Bona ke, ndinikile esandleni sako i‐Jeriko, nokumkani wayo, namagoṙa abuṙoti.
Thelekisa
Phonononga U‐Yoshuwa 6:2
2
U‐Yoshuwa 6:5
Kwaye kuya kuti, kwakuhlokonyiswa ngopondo lwokuvusa, nxa nivayo intlo koma yexilongo, bomemeza abantu bonke ngesimemezo esikulu; lwandul’ ukuwa udonga lwesixeko endaweni yalo, bati abantu benyuke abanye ngabanye ngokuti ngqo pambi kwabo.
Phonononga U‐Yoshuwa 6:5
3
U‐Yoshuwa 6:3
Naniya kuṙaula isixeko, nonke eningamadoda okulwa, nisingqonga isixeko kube kanye. Uya kwenje njalo ngemini ezintandatu.
Phonononga U‐Yoshuwa 6:3
4
U‐Yoshuwa 6:4
Kanjako abaperisite abasixe̔nxe baya kupata amaxilongo asixe̔nxe okuvusa, baye pambi kwetyeya; nangemini yesixe̔nxe, niya kuṙaula isixeko kube kasixe̔nxe, bati abaperisite bavutele ngamaxilongo.
Phonononga U‐Yoshuwa 6:4
5
U‐Yoshuwa 6:1
(Kekaloku i‐Jeriko yaiqinisiwe ukuvalwa ngenxa yosapo luka‐Sirayeli: bekungeko owapumayo, bekungeko nowangenayo.)
Phonononga U‐Yoshuwa 6:1
6
U‐Yoshuwa 6:16
Kwaza kwati ngexesha lesixe̔nxe, nxa abaperisite bebevutela ngamaxilongo, wati u‐Yoshuwa ebantwini: Memezani! ngokuba UYEHOVA eninikile isixeko.
Phonononga U‐Yoshuwa 6:16
7
U‐Yoshuwa 6:17
Soba yinto elahlelwe ekutshatyalalisweni esisixeko, kwa sona nako konke okukuso, KUYEHOVA: kupela u‐Rakabi, umpinyiswa, uya kudla ubomi, yena nabo bonke abanaye endlwini, ngokuba ebezifihla izigidimi esazitumayo.
Phonononga U‐Yoshuwa 6:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo