Soba yinto elahlelwe ekutshatyalalisweni esisixeko, kwa sona nako konke okukuso, KUYEHOVA: kupela u‐Rakabi, umpinyiswa, uya kudla ubomi, yena nabo bonke abanaye endlwini, ngokuba ebezifihla izigidimi esazitumayo.
Funda U‐Yoshuwa 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yoshuwa 6:17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo