1
U‐Yoshuwa 3:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wayesiti u‐Yoshuwa ebantwini: Zingcwaliseni! ngokuba ngomso UYEHOVA eya kuyenza imimangaliso pakati kwenu.
Thelekisa
Phonononga U‐Yoshuwa 3:5
2
U‐Yoshuwa 3:7
Wayesiti UYEHOVA ku‐Yoshuwa: Kwa namhla nje ndiya kuqala ukukwenza mkulu emehlweni o‐Sirayeli bonke, ukuze bakwazi ukuba ndiya kubako nawe, njengokuba ndibe ndiko no‐Mosesi.
Phonononga U‐Yoshuwa 3:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo