1
U‐Yoshuwa 2:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Sati sakuva, zanyibilika intliziyo zetu, kanjako akwabi sahlala ubugagu emntwini, ngenxa yenu: ngokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, nguye o NGUTIXO ezulwini pezulu, nasemhlabeni pantsi.
Thelekisa
Phonononga U‐Yoshuwa 2:11
2
U‐Yoshuwa 2:10
Ngokuba sivile okokuba UYEHOVA wanitshisela amanzi olwandle olubomvu, ekupumeni kwenu e‐Jipete; noko enanikwenza kokumkani bobabini baba‐Amori, abebepesheya kwe‐Yoredane, ku‐Sihone naku‐Hogi, enabalahlela ekutshabalaleni.
Phonononga U‐Yoshuwa 2:10
3
U‐Yoshuwa 2:8-9
Engekalali wona, yenyuka yona yaya kuwo pezu kwendlu; yayisiti emadodeni lawo: Ndiyazi ukuba UYEHOVA unipile elilizwe, nokuba isoyikeko senu siwile pezu kwetu, nokuba bancamile bonke abemi belizwe ngenxa yenu.
Phonononga U‐Yoshuwa 2:8-9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo