UYOSHUWA 3:7
UYOSHUWA 3:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Namhlanje ndiya kuqala ukukwenza mkhulu emehlweni amaSirayeli onke, ukuze azi ukuba ndiya kuba nawe, njengokuba ndibe ndinoMoses.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 3UYOSHUWA 3:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi uNdikhoyo kuYoshuwa: “Into endiza kuyenza namhlanje iya kukwenza utsho uhlonipheke kumaSirayeli, aqonde ukuba ndinawe nanjengoMosis.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 3