U‐Yoshuwa 3:7

U‐Yoshuwa 3:7 XHO1902A

Wayesiti UYEHOVA ku‐Yoshuwa: Kwa namhla nje ndiya kuqala ukukwenza mkulu emehlweni o‐Sirayeli bonke, ukuze bakwazi ukuba ndiya kubako nawe, njengokuba ndibe ndiko no‐Mosesi.