Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Yoshuwa 4

1

U‐Yoshuwa 4:24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ukuze basazi bonke abantu bomhlaba isandla SIKAYEHOVA, ukuba sinamandla sona; ukuze nimoyike UYEHOVA, UTIXO wenu, imihla yonke.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 4:24

2

U‐Yoshuwa 4:21-23

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wateta elusatsheni luka‐Sirayeli, esiti: Okuya abantwana benu baya kubuza oyise babo ngexesha elizayo, besiti: Amatye la ayinto nina? niya kwandula nibazise abantwana benu, nisiti: Pezu kwowomileyo umhlaba o‐Sirayeli bawela i‐Yoredane le. Ngokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, ebewatshisa amanzi ase‐Yoredane pambi kwenu, nada nawela; njengokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, ebesenzela ulwandle olubomvu, owabelutshisa pambi kwetu, sada sawela

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 4:21-23

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo