1
U‐Jeremiya 38:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Koko u‐Jeremiya wati: Akayi kukunikela; live ke ilizwi LIKAYEHOVA ngoko endikuteta kuwe, ukuba kulunge kuwe, nokuba umpefumlo wako upile.
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 38:20
2
U‐Jeremiya 38:9-10
Nkosi yam kumkani! lamadoda enze ngokukohlakeleyo ngako konke akwenzileyo ku‐Jeremiya umprofite, lowo amposileyo emnxunyeni; waeya kufa ngokulamba endaweni yake, ngokuba kungaseko isonka esixekweni. Waza ukumkani wamyalela u‐Hebedi‐meleke um‐Tiyopiya, ngokuti: Tabata nawe kwa lapa amadoda abe ngamashumi matatu, uye umnyuse u‐Jeremiya umprofite emnxunyeni engekafi.
Phonononga U‐Jeremiya 38:9-10
3
U‐Jeremiya 38:2
Utsho UYEHOVA ukuti: Lowo usalayo kwesisixeko, wobuba ngesiṙele, ngendlala, nangesifo esibubisayo; kodwa lowo upumela kuwo ama‐Kaledine, uya kupila; ewe, ubomi bake boba lixoba kuye, waeya kupila.
Phonononga U‐Jeremiya 38:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo