Nkosi yam kumkani! lamadoda enze ngokukohlakeleyo ngako konke akwenzileyo ku‐Jeremiya umprofite, lowo amposileyo emnxunyeni; waeya kufa ngokulamba endaweni yake, ngokuba kungaseko isonka esixekweni. Waza ukumkani wamyalela u‐Hebedi‐meleke um‐Tiyopiya, ngokuti: Tabata nawe kwa lapa amadoda abe ngamashumi matatu, uye umnyuse u‐Jeremiya umprofite emnxunyeni engekafi.
Funda U‐Jeremiya 38
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 38:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo