1
U‐Jeremiya 2:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba izikohlakalo zibini bezenzile abantu bam: mna bandishiyile, umtombo wamanzi apilileyo, ukuba bazimbele amacibi, amacibi aqekekileyo, angabambiyo amanzi.
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 2:13
2
U‐Jeremiya 2:19
Inkohlakalo yako yokululeka, nezipambuko zako zokwohlwaya: yazi ke, ubone, ukuba kuyinto ekohlakeleyo neṙaṙa ukumshiya kwako UYEHOVA, UTIXO wako, nokuba ukwoyikwa kwam akuko kuwe, itsho INKOSI, UYEHOVA wemikosi.
Phonononga U‐Jeremiya 2:19
3
U‐Jeremiya 2:11
Kesanana isizwe otixo na, nangona bengenguye UTIXO? kanti abantu bam banene ubungcwalisa babo ngento engenakunceda.
Phonononga U‐Jeremiya 2:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo