Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYEREMIYA 2:13

UYEREMIYA 2:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba benzé ububi obubini abantu bam: bandishiyile mna, thende lamanzi aphilileyo; bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angagcini manzi.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 2

UYEREMIYA 2:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Kaloku lintlantlu mbini ityala labantu bam: bandishiyile mna, mthombo wamanzi ampompozayo, bazimbela awabo amaqula – amaqula avuzayo ziintanda.”

Yabelana
Funda UYEREMIYA 2

UYEREMIYA 2:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba benze ububi obubini abantu bam; Bandishiyile mna, thende lamanzi aphilileyo; bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, abangenamanzi.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 2

UYEREMIYA 2:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba izikohlakalo zibini bezenzile abantu bam: mna bandishiyile, umtombo wamanzi apilileyo, ukuba bazimbele amacibi, amacibi aqekekileyo, angabambiyo amanzi.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo