UYEREMIYA 2:11
UYEREMIYA 2:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Lwakha lwakho phi na uhlanga olwananisa ngoothixo balo, noba bengengoothixo ngenene? Kodwa bona abantu bam balananisile iqhayiya labo ngenxa yezinto ezingenaluncedo!
Yabelana
Funda UYEREMIYA 2UYEREMIYA 2:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ukuba uhlanga lwakhe lwananisa na ngoothixo balo, bengèthixo ke bona? Ke bona abantu bam banane ngozuko lwabo into engancediyo.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 2