1
U‐Yisaya 25:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
YEHOVA! u NGUTIXO wam wena; ndokupakamisa; igama lako ndolidumisa; ngokuba ukwenzile okungummangaliso; amacebo ako akudala ayinyaniso ayinene.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 25:1
2
U‐Yisaya 25:8
Uya kugqibela ukutshabalalisa ukufa; INKOSI e NGUYEHOVA iya kusula inyembezi kubo bonke ubuso, nogxekwa lwabantu bayo yolususa kuwo wonke umhlaba: ngokuba UYEHOVA etshilo.
Phonononga U‐Yisaya 25:8
3
U‐Yisaya 25:9
Kwakuya kutiwa ngalomhla: Bona ke, NGUTIXO wetu lo; sikangele kuye, waeya kusisindisa: lo NGUYEHOVA; sikangele kuye; siya kugcoba sivuye ngalo usindiso lwake.
Phonononga U‐Yisaya 25:9
4
U‐Yisaya 25:7
Waeya kutshabalalisa kulentaba ubuso besigqubutelo esigqubutelayo abantu bonke, nesigubungelo esigubungelayo zonke izizwe.
Phonononga U‐Yisaya 25:7
5
U‐Yisaya 25:6
Kwa kulentaba UYEHOVA wemikosi uya kwenzela abantu bonke isidlo sezinto ezityebileyo, isidlo seveyine inentlenga zayo, sezinto ezityebileyo zizele ngumongo, seveyine entlenga zayo zihluziweyo.
Phonononga U‐Yisaya 25:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo