UISAYA 25:1
UISAYA 25:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yehova, unguThixo wam; ndiya kukuphakamisa, ndiya kubulela kwigama lakho; ngokuba wenzé imisebenzi ebalulekileyo, amacebo akho kwakude, ukunyaniseka, inyaniso.
Yabelana
Funda UISAYA 25UISAYA 25:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*Ndikhoyo, wena unguThixo wam; ndosuka ndikuthuthe ndikudumise. Kuthi mandikutyibele ndibongisele ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo; kaloku ngokuthembeka okukhulu wena zonke uzifezekisile – nditsho izicwangciso zakho zamandulo.
Yabelana
Funda UISAYA 25UISAYA 25:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yehova, unguThixo wam; Ndithanda ukukuphakamisa, ukudumisa igama lakho; ngokuba wenze imisebenzi ebalulekileyo; icebo lakho elidala liyinyaniso kwaye liyinyaniso.
Yabelana
Funda UISAYA 25