UISAYA 25:7
UISAYA 25:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
aginye kule ntaba umphambili wesigqubuthelo esizigqubutheleyo izizwe zonke, nesigubungelo esizigubungeleyo zonke iintlanga.
Yabelana
Funda UISAYA 25UISAYA 25:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kule ntaba wolisusa ilifu elimnyama elasoloko ligubungele izizwe.
Yabelana
Funda UISAYA 25