1
U‐Yisaya 19:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ngokuba UYEHOVA wemikosi wobatamsanqela, esiti: Makutanyusanqelwe ama‐Jipete abantu bam, nama‐Asiriya umsebenzi wezandla zam, no‐Sirayeli ilifa lam.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 19:25
2
U‐Yisaya 19:20
Sasiya kuba ngumqondiso nenqi̔na LIKAYEHOVA wemikosi elizweni le‐Jipete; ngokuba beya kukala KUYEHOVA ngenxa yabo ababandezeli, waeya kubatumela umsindisi, nomteteleli, abakulule.
Phonononga U‐Yisaya 19:20
3
U‐Yisaya 19:1
UMGWEBO nge‐Jipete. Bona ke, UYEHOVA uya kukwela pezu kwelifu elikaulezayo, eze e‐Jipete; oti amadalo ase‐Jipete azamazame ebusweni bake, nentliziyo ye‐Jipete inyibilike pakati kwayo.
Phonononga U‐Yisaya 19:1
4
U‐Yisaya 19:19
Ngomhla lowo kwobako isibingelo KUYEHOVA pakati kwelizwe le‐Jipete, nentsika yamatye ngasemdeni wayo KUYEHOVA.
Phonononga U‐Yisaya 19:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo