UISAYA 19:20
UISAYA 19:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Oko koba ngumqondiso nobungqina kuYehova wemikhosi ezweni lamaYiputa; xa athe akhala kuYehova ngenxa yabaxinezeli bawo, wowathumela umsindisi nomthetheleli, awahlangule.
Yabelana
Funda UISAYA 19UISAYA 19:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ezo zinto ke ziya kuba yimiqondiso yobukho bukaNdikhoyo uSomandla-onke apho eJiputa. Bothi ke abantu bakhona, xa bephantsi kwengcinezelo baze bakhale kuNdikhoyo, yena abathumele umhlanguli nomkhuseli wokubasindisa.
Yabelana
Funda UISAYA 19