UISAYA 19:1
UISAYA 19:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isihlabo esisingisele kwiYiputa. Bona ke uYehova ekhwele efini elinamendu, uza eYiputa. Ziya kudidizela izithixo ezingento zaseYiputa phambi kwakhe, intliziyo yeYiputa inyibilika phakathi kwayo.
Yabelana
Funda UISAYA 19UISAYA 19:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nalu udaba olundilisekileyo olumalunga neJiputa: Nank' *uNdikhoyo esiza eJiputa; uza etshebeleza ngelifukazi. *Oothixo abanqulwa apho batsho bankwantya, namaJiputa ngokwawo atsho anengevane.
Yabelana
Funda UISAYA 19