1
U‐Hezekile 36:26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjalo ndoninika intliziyo entsha, nomoya omtsha ndowubeka pakati kwenu; ndandiya kususa intliziyo yelitye enyameni yenu, ndininike intliziyo yenyama.
Thelekisa
Phonononga U‐Hezekile 36:26
2
U‐Hezekile 36:27
Nomoya wam ndiya kumbeka pakati kwenu, ndenze ukuba nihambe emimisweni yam; nezigwebo zam niya kuzigcina, nizenze.
Phonononga U‐Hezekile 36:27
3
U‐Hezekile 36:25
Ndandiya kutshiza pezu kwenu amanzi amhlope, naniya kuhlambuluka; kuko konke ukunco̔la kwenu, nakuzo zonke izitixwana zenu, ndonihlambulula.
Phonononga U‐Hezekile 36:25
4
U‐Hezekile 36:28
Naniya kuhlala elizweni endalinikayo koyihlo benu; niya kuba ngabantu bam, nam ndoba NGUTIXO wenu.
Phonononga U‐Hezekile 36:28
Home
Bible
Plans
Videos